Skip to main content
SU

Oor Ons

Missie

Die Departement van Afrikatale is verbind tot die

  1. ideaal van gehalte-onderrig en -navorsing in die Afrikatale.
  2. skepping van 'n omgewing waarin die kennis van Afrikatale ontdek, gedeel, oorgedra en toegepas kan word tot voordeel van die gemeenskap plaaslik en wyer in Afrika.

Visie

Die doelwitte van die Departement Afrikatale is om:

  1. nasionale en internasionale erkenning te ontvang vir gehalte-onderrig en -navorsing in die Afrikatale;
  2. studente op te lei wat deur hul vaardighede tot die ontwikkeling van Afrika kan bydra;
  3. in die opvoedkundige behoeftes met betrekking tot Afrikatale van die plaaslike gemeenskappe in Afrika te voorsien;
  4. 'n bydrae te lewer tot die kulturele, ekonomiese en sosiale ontwikkeling van die mense van Afrika deur die gebruik van die Afrikatale in alle sektore;
  5. 'n inligtingsamelewing te ontwikkel deur middel van Afrikatale-onderrig en -navorsing.

Ubizo

ISebe leeLwimi zase-Afrika lizibophelele ekubeni

  1. yeyona ndawo iphambili yokufundisa nokwenza uphando olusemgangathweni ngeelwimi zase-Afrika.
  2. kudalwe indawo apho ulwazi lweelwimi zase-Afrika lunokufunyanwa khona, kwabelwane ngalo, lugqithiselwe kwaye lusetyenziswe ukuze kuxhamle uluntu- nama-Afrika ephela.


Umbono

Iinjongo zeSebe leeLwimi zase-Afrika zezi:

  1. ukufumana ukwamkelwa kuzwe lonke nakwihlabathi jikelele ngokufundisa okusemgangathweni nophando ngeelwimi zesiNtu;
  2. ukuvelisa abafundi abanokuba negalelo kuphuhliso lwe-Afrika ngezakhono zabo;
  3. ukufezekise iimfuno zemfundo ngokusingise kwiilwimi zase-Afrika zoluntu lwase-Afrika;
  4. ukwenza igalelo kuphuhliso lwenkcubeko, lwezoqoqosho nentlalontle yoluNtu lwase-Afrika ngokusetyenziswa kweelwimi zase-Afrika kuwo onke amacandelo;
  5. ukuphuhlisa uluntu ngolwazi ngokufundiswa nangophando lweelwimi zase-Afrika.​

     

​​