Skip to main content
Translation not available in French

Vision and mission

Our vision

Stellenbosch University will be Africa's leading research-intensive university, globally recognised as excellent, inclusive and innovative, where we advance knowledge in service of society.

Umbono Wethu

​IYunivesithi yaseStellenbosch iza kuba yeyona yunivesithi ihamba phambili kuphando, eAfrika, eyaziwa kwihlabathi njengegqwesileyo, ebandakanyayo nevelisa izinto ezintsha, apho siqhubela phambili ulwazi ekuhambiseni iinkonzo kuluntu.

Ons visie

Die Universiteit Stellenbosch sal Afrika se voorste navorsingsintensiewe universiteit wees wat wêreldwyd as uitnemend, inklusief en innoverend erken word en waar ons kennis tot diens van die samelewing bevorder.

Our mission

Stellenbosch University is a research-intensive university, where we attract outstanding students, employ talented staff and provide a world-class environment; a place connected to the world, while enriching and transforming local, continental and global communities.

Ubizo lwethu

IYunivesithi yaseStellenbosch yiyunivesithi egxininise kuphando nalapho sitsala abafundi abagqwesileyo, siqesha abasebenzi abanesiphiwo kwaye sibonelela ngemeko ekwinqanaba lehlabathi; indawo eqhagamshelana nehlabathi, ngeli lixa ityebisa ngophuhliso kwaye iguqula uluntu ekuhlaleni, kwilizwekazi nehlabathi ngokubanzi.

Ons missie

Die Universiteit Stellenbosch is 'n navorsings-intensiewe universiteit wat uitmuntende studente lok, talentvolle personeel aanstel en 'n wêreldklasomgewing bied; 'n plek wat met die wêreld verbind is en gemeenskappe plaaslik, op die vasteland en in die res van die wêreld verryk en transformeer.